Intro
M'dlalele ingoma ezinmandi
M'dlalele ingoma ezimnandi
UMaMthembu ebezithanda izingoma ezimnandi
Verse 1
Ndikhule eBhlawa
Ndikhule ngingamazi utata
Umakhulu wami,ndikhule ndimubiza umama
Undikhulisile umama
Ewe undifundisile umama
Ngigeza,endibetha
Ngezandla undilungisile umama
Andizange ndalibona uthando olunje njengolakho MaMthembu
Abantu bendibona ndinje,luthando lakho MaMthembu
Ndikhule ndikufundela mama
Ndisithi ndizokubulela mama
Ndisithi ndizakuculela mama
Izulu kodwa lakhetha ukukuthatha
So ndiyakucela Yesu,uzomgcine umama
Xa ehleli nawe,uzumdlalele ingoma ezimnandi
Ndiyakucela bawo,uzomgcine umama
Xa ehleli nawe,uzumdlalele ingoma ezimnandi
Chorus X2
Uzu...Mdlalele ingoma ezimnandi
Uzu...Mdlalele ingoma ezimnandi
Uzu...Mdlalele ingoma ezimnandi
Uma..Mthembu uthanda ingoma ezimnandi
Verse 2
Bathi akuncedi ukukhala nango iqhawe lami limkile
Ndicela nivule icolongo okanye amaculo asewisile
Ebehamba i-Assembies Of God,ebeyithanda icawa
Ebemthanda uyesu and ebeyithanda inyama
Ebene sitoro sakhe afihla kuso ilekese
Xa endibona ukuba andikho-right ebusweni,athi boy hambothatha ilekese
Ndiyathemba izulu limam'kele
Izono zakhe zixolelwe
If zikhona ezishotayo,ndicela uzibeke kumi zonke nkosi
Ndiyakucela Yesu,uzomgcine umama
Xa ehleli nawe,uzumdlalele ingoma ezimnandi
Ndiyakucela bawo,uzomgcine umama
Xa ehleli nawe,uzumdlalele ingoma ezimnandi
Chorus X2
Uzu...Mdlalele ingoma ezimnandi
Uzu...Mdlalele ingoma ezimnandi
Uzu...Mdlalele ingoma ezimnandi
Uma..Mthembu uthanda ingoma ezimnandi X2
Outro
I hope uyinxibile iqhiya apho ezulwini MaMthembu,ungabonisi uyesu i-Afro yakho mhambe angaba nomona.Ungabina-worry ngami MaMthembu ndi-right.U-Toyce ujongile,usemva kwabantwana u-Toyce.eeh kodwa kunzima sometimes Yesu yoh,heh anyway I hope bakudlalela ingoma ezimnandi apho ngoma ndiyazi ukuba ubuwuthanda umculo.Yesu please ngiyakucela,please Yesu.
Ndiyakucela Yesu,uzomgcine umama
Xa ehleli nawe,uzumdlalele ingoma ezimnandi
Ndiyakucela bawo,uzomgcine umama
Xa ehleli nawe,uzumdlalele ingoma ezimnandi
Uzu...Mdlalele ingoma ezimnandi
Uzu...Mdlalele ingoma ezimnandi
Uzu...Mdlalele ingoma ezimnandi
Uma..Mthembu uthanda ingoma ezimnandi X2
----